Iindawo Zokurenta Inyanga eToccoa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seneca
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 415 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Demorest
The Tomlin House-Hiking, Piedmont Uni. & Vineyards
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 329 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Mount Airy
Indlu encinci eluhlaza
12 Dis – 9 Jan
Yi$1 951 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Toccoa
I-Toccoa Guesthouse.
2–30 Nov
Yi$3 292 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseToccoa

Ingles Marketsbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Amigos Mexican Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toccoa Falls Collegebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Henderson Falls Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The X-Factor Restaurantbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.