Iindawo Zokurenta Inyanga eTomales

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Tomales
Indlwana Yembali Yegadi
31 Dis – 28 Jan
Yi$4 254 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-594
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tomales
“I-Nest Out West”: Ipholile 3BR Kwilali yaseTomales
11 Epr – 9 Mey
Yi$6 361 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tomales
Indlu Esemaphandleni Esemaphandleni Kwifama Yeenkomo Ezi-Organic
30 Okt – 27 Nov
Yi$3 673 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
ISuperhost
Indlu e-Tomales
I-Urban Farm House eTomales
12 Jun – 10 Jul
Yi$5 736 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-309

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTomales

William Tell Housebayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tomales deli + cafebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tomales Bakerybayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.