Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTorbecchia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pistoia
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga embindini weTuscany
20 Okt – 17 Nov
Yi$2 317 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pistoia
Buka iTuscany kwiFlethi yeChicth Century
26 Epr – 24 Mey
Yi$2 067 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Pistoia
CountryAl, Hlala eluhlaza endlwini yam.
23 Jan – 20 Feb
Yi$1 411 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Massa e Cozzile PT
Ifama yomnquma yaseTuscan, iflethi okanye indlu ekwic
29 Jan – 26 Feb
Yi$1 157 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.