Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTrieste

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Trieste
Zona stazione - - - - nel cuore di Trieste
13 Jun – 11 Jul
Yi$676 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Trieste
Centrale super comfort
16 Aga – 13 Sep
Yi$874 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Trieste
Trieste: la corte delle Poste
27 Jun – 25 Jul
Yi$1 718 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Trieste
Zona stazione - - nel cuore di Trieste
21 Mat – 18 Epr
Yi$930 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTrieste

Piazza Unità d'Italiabayi 158 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Piazza della Borsabayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
il Giuliabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Torri d'Europabayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Molo Audacebayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko le-Revoltellabayi 148 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.