Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTrinidad

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Trinidad
* I- * Vuka uze Ubhake #2 - iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1 atofotofo
29 Mat – 26 Epr
Yi$1 892 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Trinidad
I-Fisher Peak loft.
9 Jan – 6 Feb
Yi$1 288 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Trinidad
Intle nge-2 - Ikhaya elihle kwiiblokho eziyi-2 ukusuka kwi-Main
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 946 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Trinidad
I-Simpson 's Lookout
24 Dis – 21 Jan
Yi$1 659 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTrinidad

Walmart Supercenterbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bob & Earl's Cafebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tony's Dinerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wonderful House | Chinese Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Safewaybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Habaneros' Mexican Grillbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.