Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTulsa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sperry
I-Gunker Ranch /Indawo Yokungena
15 Aga – 12 Sep
Yi$1 275 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tulsa
Istudiyo Sonke kwiSithili saseBrookside
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 394 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tulsa
Umcibisholo - Ikhaya Elifudumeleyo
Yi$1 642 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tulsa
Ibhedi eyi-2/indawo yokuhlambela eyi-1 yi-TU kunye nedolophu
1–29 Mat
Yi$1 783 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-84

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTulsa

Hard Rock Hotel And Casino Tulsabayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
River Spirit Casino Resortbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gathering Placebayi 277 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center yeBOKbayi 117 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tulsa Hills Shopping Centerbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woodland Hills Mallbayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.