Iindawo Zokurenta Inyanga eTurku

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Turku
Isitudiyo esiphakathi, uxolo kunye nendawo yabucala
30 Epr – 30 Mey
Yi$1 070 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-332
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Turku
Indlu yamaplanga enoxolo, indawo entle
14 Nov – 12 Dis
Yi$1 134 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-194
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Turku
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ecocekileyo nendawo entle
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 507 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Turku
Lovely One-Bedroom Apartment in City Center
17 Mat – 14 Epr
Yi$1 706 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.