Iindawo Zokurenta Inyanga euMhlanga

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Umhlanga
Ivulekile i-Guesthouse eLa Lucia
4 Mat – 1 Epr
Yi$961 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Umhlanga
Indawo Efanelekileyo Yokusebenzela e-Umbhlanga!!
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 040 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Umhlanga
I-65 Executive Studio Suite kunye ne-inverter, Umhlanga
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 300 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Umhlanga
ILagoon Drive Luxury Beachfront Nest
21 Aga – 18 Sep
Yi$2 169 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseuMhlanga

I-Gateway Theatre of Shoppingbayi 309 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Oyster Box Hotelbayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beverly Hills Hotelbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gateway Mall – Red Squarebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Lucia Mallbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umhlanga Archbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.