Iindawo Zokurenta Inyanga eVaasa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vaasa
Iiflethi okanye izindlu ezikwicomple
8 Nov – 6 Dis
Yi$1 089 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vaasa
ISTUDIYO ESITSHA KWISIXEKO SASEVAASA
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 335 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vaasa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomple
28 Mey – 25 Jun
Yi$1 280 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-90
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vaasa
Isitudiyo esithandekayo embindini, indawo yokupaka yasimahla
3 Feb – 3 Mat
Yi$1 012 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVaasa

Kauppakeskus Rewellbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Minimani Vasabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
K-Citymarketbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Strampenbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidl Vasa Centrumbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Combo-Kirppisbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.