Iindawo Zokurenta Inyanga eVästerås

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kvicksund
Ii-loftets B&B
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 283 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-267
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sala
Iloft epholileyo emaphandleni
3–31 Mey
Yi$1 167 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hedemora
Indlu engasemva kumbindi weHedemora, eDalarna
16 Epr – 14 Mey
Yi$744 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kvicksund
Indlu yamaplanga ene-jacuzzi kunye ne-sauna yamaplanga
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 760 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVästerås

Kokpunkten Actionbadbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Vallby friluftsmuseumbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Erikslund Shopping Centerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Anundshögbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Steam Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kvarteret Igorbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.