Iindawo Zokurenta Inyanga eVeliko Tarnovo Province

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Veliko Tarnovo
I-VISTA-eflethi okanye indlu ekwicomplex enegumbi lokulala elinye eVeliko Tarnovo
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 034 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Veliko Tarnovo
Indawo Engafaniyo Nenye - Indawo Entle Yokubona
25 Feb – 25 Mat
Yi$1 831 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-238
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Veliko Tarnovo
Indlu entle enendawo entle negadi yabucala!
10 Jul – 7 Aga
Yi$1 027 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Veliko Tarnovo
@Ikhaya - Isandul 'ukulungiswa, kufutshane nepaki kunye neziko ledolophu
5 Jan – 2 Feb
Yi$545 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-78

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.