Iindawo Zokurenta Inyanga eMunicipality of Vigo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santiago de Vigo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla embindini weVigo
9 Sep – 7 Okt
Yi$1 441 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Santiago de Vigo
Precioso ático en el centro de la ciudad
3 Epr – 1 Mey
Yi$1 402 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vigo
Apartamento nuevo con muchas comodidades .
10 Okt – 7 Nov
Yi$1 322 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vigo
Apartamento en Vigo Plaza America
5 Mey – 2 Jun
Yi$992 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMunicipality of Vigo

Centro Comercial A Laxebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istedi yaseBalaídosbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Samil's Beachbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Cameliasbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Plaza Eliptica S Lbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vigozoobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.