Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eVillahermosa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Villahermosa
Iloft encinci epholileyo enendawo yakho yokungena.
16 Nov – 14 Dis
Yi$636 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Villahermosa
I-Loft Guayacan
4 Sep – 2 Okt
Yi$812 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Villahermosa
Iloft enegaraji yemoto yohlobo lwe-sedan (i-4.6mts malunga)
26 Jul – 23 Aga
Yi$709 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Villahermosa
I-loft etofotofo neyale mihla nenendawo entle
12 Jun – 10 Jul
Yi$606 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVillahermosa

Plaza Altabrisa Tabascobayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galerías Tabascobayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tomás Garrido Canabal Parkbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseMuziyam La Ventabayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Europlazabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki yeLa Chocabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.