Iindawo Zokurenta Inyanga eVirginia Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Norfolk
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiBay Getaway
25 Feb – 27 Mat
Yi$1 240 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Virginia Beach
Beach Bay Retreat - C
17 Jan – 16 Feb
Yi$2 071 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Chesapeake
Indawo entle neChic, Iflethi okanye Indlu ekwicomplex enegumbi elinye
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 790 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-210
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Norfolk
Indlu Esemaphandleni Entle Yokubona Ulwandle
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 205 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVirginia Beach

Virginia Beach Boardwalkbayi 170 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Virginia Aquarium & Marine Science Centerbayi 329 abantu basekuhlaleni abayincomayo
First Landing State Parkbayi 340 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lynnhaven Mallbayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amphitheater yeVeterans United Home Loans eVirginia Beachbayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Norfolk International Airportbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.