Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWalla Walla

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walla Walla
I-Valhalla
15 Jan – 12 Feb
Yi$2 437 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Walla Walla
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga
5 Jan – 2 Feb
Yi$1 815 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walla Walla
I-Garden Studio/Ukuma kwamahhala/ukuqhuba ngasese
9 Okt – 6 Nov
Yi$2 241 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walla Walla
Indlu kaG.G.
24 Mat – 21 Epr
Yi$2 752 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWalla Walla

Pioneer Parkbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Andy's Marketbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Sombrero Mexican Restaurantbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Maple Counter Cafebayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marcus Whitman Hotel & Conference Centerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ice-Burg Drive-Inbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.