Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWānaka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Wanaka
Indlu yeLoft entle kanye embindini weWanaka
31 Aga – 30 Sep
Yi$4 284 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Wanaka
Igumbi londwendwe, labucala, iindawo ezintle.
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 967 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wanaka
I-Czy & Modern Wanaka Studio
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 820 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Wanaka
Indawo efihlakeleyo yakho wedwa
12 Mey – 9 Jun
Yi$2 950 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWānaka

Wanaka Lakefrontbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lake Wanakabayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
#ThatWanakaTreebayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wanaka Lavender Farmbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
New World Wanakabayi 119 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinema Paradisobayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. New Zealand
  3. Otago
  4. Wānaka
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga