Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWestcliffe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Westcliffe
Indlu Ekwindlwana Efihlakeleyo Ekwigadi
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 668 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Westcliffe
I-Boutique Hotel “Starry”3rm Suite, iveranda w/fire pit
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 751 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Westcliffe
I-Ravens Nest-Cozy & Homey, Hamba uye kwiDolophu, Izinja zilungile!
2–30 Jan
Yi$2 109 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Westcliffe
I-Gary 's Glamping Alternative, i-Luxury Townhouse
7 Epr – 5 Mey
Yi$3 115 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWestcliffe

Chappys Mountain View Bar & Grillbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Smokey Jack Observatorybayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lowe’sbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Peregrine Coffee Roastersbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valley Ace Hardwarebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tumbleweed Coffee Housebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.