Iindawo Zokurenta Inyanga eWinnebago County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Rockford
Indlu Enevaranda Yobugcisa Enendawo Yangaphandle
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 190 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-372
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rockford
Ukufikelela kwishishini kwindawo yokuhlala etofotofo
29 Jul – 26 Aga
Yi$2 539 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rockford
I-King Size Apt Ejongene ne-RockRiver
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 108 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-345
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Rockford
I-Jackson 's Urban Retreat + Patio
9 Dis – 6 Jan
Yi$2 771 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-397

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.