Iindawo Zokurenta Inyanga eWollongong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-North Wollongong
Indawo yokuphola engaselunxwemeni eneempahla neekhonsoli!
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 251 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-343
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Wollongong
I-Casa Verde: ukuhamba/umjikelo ukuya esibhedlele, uloliwe kunye ne-CBD.
11 Aga – 8 Sep
Yi$1 928 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-415
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wollongong
Igumbi lokulala elicocekileyo eliyi-1plus Wollong
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 900 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Figtree
Isitudiyo seFig
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 800 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWollongong

Wollongong Centralbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sea Cliff Bridgebayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stuart Parkbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithempeli yeFo Guang Shan Nan Tienbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Headlands Hotel Austinmer Beachbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stockland Shellharbour Shopping Centrebayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.