Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWuse 2

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Abuja
Iflethi kaOna
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 533 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Abuja
Indawo ka-Adel
12 Mey – 9 Jun
Yi$836 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Abuja
I-Leneade - Iflethi ephangaleleyo. 2 (Umbindi Wesixeko/Wuse 2)
28 Mey – 25 Jun
Yi$1 925 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abuja
Maple studio+Gym+Pool, Rhodabode Apt, Nile
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 240 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWuse 2

Wuse Marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sheraton Abuja Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silverbird Cinemas Abujabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shoprite Silverbird Abujabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dunesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SPAR Wuse IIbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.