Iindawo Zokurenta Inyanga eYosemite Valley

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Coarsegold
UJimmy 's Hide. Kufuphi neYosemite National Park
7 Jul – 4 Aga
Yi$1 602 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-245
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Coarsegold
Iyure enye ukusuka eYosemite Pk. Indlu esemaphandleni ehlathini
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 822 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-320
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Twain Harte
THLake Summer Access+Firepit+PotBelly+PetFriendly!
29 Mat – 26 Epr
Yi$2 017 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
ISuperhost
Indlu e-North Fork
I-Stagecoach Stop House
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 048 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseYosemite Valley

Yosemite Valley Visitor Centerbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lower Yosemite Falls Trailheadbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Glacier Pointbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Majestic Yosemite Hotelbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Swinging Bridge Picnic Areabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Village Storebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.