Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eYzerfontein

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Langebaan
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle-ukuya ngqo elwandle.
19 Mey – 16 Jun
Yi$2 384 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Yzerfontein
Lovely one bedroom flat with sea views and balcony
22 Jun – 20 Jul
Yi$1 039 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Yzerfontein
Imizuzu ethe tyaba yabucala ukusuka kwiivenkile kunye nolwandle
21 Mey – 18 Jun
Yi$748 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Yzerfontein
Indawo Entle Yokungena
4 Sep – 2 Okt
Yi$3 253 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseYzerfontein

Yzerfontein Beachbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yzerfontein Harbourbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lulas Foodbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kwik SPARbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rosemead Bakerybayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yzerfontein Main Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.