Iindawo Zokurenta Inyanga eZadar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zadar
1st floor Clean & Modern Apt / Loggia & Parking
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 036 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zadar
I-Volat yeflethi - Idolophu Yakudala
26 Jan – 23 Feb
Yi$1 383 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-274
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zadar
Iflethi ekuthiwa yi-Perlini imizuzu eyi-5 ukusuka kwidolophu endala nolwandle
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 878 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zadar
Umbono omhle
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 221 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZadar

I-Sea Organbayi 659 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kolovare Beachbayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Supernova Zadarbayi 541 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imari Zadarbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Church ye-St. Donatusbayi 596 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. Donatusbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.