Iindawo Zokurenta Inyanga eZagreb

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zagreb
Ifulethi Eliphangaleleyo Elinezinto Ezinkulu Negaraji
8 Mat – 5 Epr
Yi$1 369 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
ISuperhost
Iflethi e-Zagreb
Isitudiyo esimnandi kufuphi nombindi wesixeko
Yi$845 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zagreb
Great deal!! Apartment *** Feel Like a Local!!
25 Jul – 22 Aga
Yi$810 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zagreb
Iyunithi Eqeshisayo enamagumbi okulala ayi-1 kunye neBhalcony
23 Mat – 20 Epr
Yi$843 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZagreb

Arena Centarbayi 175 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maksimirbayi 396 abantu basekuhlaleni abayincomayo
City Center eyiWestbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Croatian National Theatre eZagrebbayi 347 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zrinjevacbayi 290 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avenue Mallbayi 120 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.