Iindawo Zokurenta Inyanga eZáhony

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Veľký Šariš, Slovakia
Ngezantsi Řariš Castle
10 Okt – 7 Nov
Yi$664 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Zemplénagárd, Hungary
I-Bodrog International Time Travel - Ukuhamba kwexesha eHungary
18 Epr – 16 Mey
Yi$689 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Veľké Kapušany, Slovakia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo yale mihla enoNetflix nendawo yoku
14 Jul – 11 Aga
Yi$2 421 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Prešov, Slovakia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eqaqambileyo, evulekileyo nekumgangatho ophezulu - Prešov.
2–30 Jan
Yi$770 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.