Iindawo Zokurenta Inyanga eZakopane

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zakopane
Kwipaki, embindini wedolophu apho unokubona iintaba!
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 292 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zakopane
Apartament z widokiem/ Iflethi enendawo yokubuka
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 518 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zakopane
Iflethi epholileyo embindini weZakopane
23 Mat – 20 Epr
Yi$2 019 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kościelisko
I-Kielce nature suite
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 771 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZakopane

Gubałówka Zakopanebayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nosal Ski Centerbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Great Krokiewbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dolna Rówień Krupowabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dolina Białegobayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sarnia Skałabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.