Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eZanzibar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jambiani
I-SeaView Beach Studio* Indawo engcono kakhulu!
11 Feb – 11 Mat
Yi$1 538 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nungwi
Ikhaya le-SUNzibar - Limau
24 Mat – 21 Epr
Yi$743 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jambiani
IKapa Beach Studio, i-SeaView ehamba phambili!
21 Dis – 18 Jan
Yi$1 433 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Jambiani
guru guru garden - yellow house
14 Okt – 11 Nov
Yi$658 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZanzibar

Stone Townbayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Darajanibayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lukmaan Restaurantbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stone Town Cafebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iforthi Eyintshabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Park Hyatt Zanzibarbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.