Iindawo Zokurenta Inyanga eZaouiet Bouzarktoune

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Essaouira
Iflethi okanye indlu ekwicomplex evulekileyo enethala elihle
31 Okt – 28 Nov
Yi$610 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Essaouira
Amagumbi ayi-5, i-pool seasight Villa - indawo yase-Essaouira
11 Jul – 8 Aga
Yi$11 502 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Essaouira
Indawo Traa 1 chic kunye ne-studio esitofotofo
12 Nov – 10 Dis
Yi$712 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-69
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Essaouira
Appartement calme avec terrasse
17 Mat – 14 Epr
Yi$392 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.