Iindawo Zokurenta Inyanga eZemplénagárd

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Juh, Slovakia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo yemizuzu eyi-3. ukuya embindini wesi
17 Jun – 15 Jul
Yi$877 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Staré Mesto, Slovakia
UJesenka - Iflethi Etofotofo enegumbi lokuhlambela elimangalisayo
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 343 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Košice, Slovakia
Iflethi entle phakathi esixekweni
11 Mat – 8 Epr
Yi$1 110 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Zemplénagárd, Hungary
I-Bodrog International Time Travel - Ukuhamba kwexesha eHungary
22 Epr – 20 Mey
Yi$690 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.