Iindawo Zokurenta Inyanga eZimmermoos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Reith im Alpbachtal
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiTyrolean enembonakalo entle
9 Nov – 7 Dis
Yi$2 422 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-184
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wörgl
Iflethi enobuhlobo - umbono omangalisayo weWörgl
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 266 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oberau
Junior Suite mit Bergblick
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 063 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Reith im Alpbachtal
Hlala egadini 2
1–29 Mey
Yi$2 320 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Austria
  3. Tyrol
  4. Zimmermoos
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga