Iindawo Zokurenta Inyanga eZitsa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Ioannina
The Traditional Stone Greek House!
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 240 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Ioannina
Indlu Esemaphandleni Eyonwabisayo
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 717 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ioannina
Ioannina Candy Studio
26 Mat – 23 Epr
Yi$733 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ioannina
Isitudiyo esinelanga esibonisa kakuhle iyadi.
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 207 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.