Iindawo Zokurenta Inyanga eZone 4C, Marcory

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abidjan
I-Villa salifa # 58
10 Dis – 7 Jan
Yi$3 689 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abidjan
Indlu enendawo yokuphola eyi-50m2 enegadi kunye nethala.
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 878 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Abidjan
Ukuziphatha Kwisitudiyo sanamhlanje (iGolden Hotel City)
28 Mat – 25 Epr
Yi$1 366 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Abidjan
Ifulethi eliphucukileyo nelinefenitshala ye-Sam 72 m2. Inkonzo yehotele.
8 Jul – 5 Aga
Yi$3 172 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZone 4C, Marcory

Parker Placebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Mechouibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ESPRIT LOUNGE BAR "LE TOA,"bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.