Iindawo Zokurenta Inyanga eZone 91

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Doha
Entire Nice Apartment in Doha
29 Aga – 26 Sep
Yi$1 728 ngenyanga
3.67 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Doha
Iholo Negumbi Elihle
27 Aga – 24 Sep
Yi$1 843 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
ISuperhost
Indlu engasemva e-Al Wukair
igumbi lakho lokulala6 kufutshane neenkonzo
29 Sep – 27 Okt
Yi$681 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Ithandwa zindwendwe
Igumbi eliseDoha
Igumbi elihle labucala elineebhedi eziyi-2 kwiflethi okanye indlu ekwicomplex eyi-2bhk
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 084 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.