Iindawo Zokurenta Inyanga eZuidermeer

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hoorn
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini
21 Aga – 18 Sep
Yi$2 173 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Barsingerhorn
Kwaye cwaka eBaringerhorn, eNorth Holland.
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 531 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoorn
Indlu yonke esembindini weHoorn, kufutshane neAmsterdam
1–29 Nov
Yi$3 100 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-329
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoorn
Indlu elungiswe ngokusisigxina @ kwiziko lesixeko/izibuko
26 Okt – 23 Nov
Yi$3 688 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.