Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eZuidzande

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Groede, Netherlands
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo 2 pers eGroede entle
27 Jan – 24 Feb
Yi$2 896 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Knokke-Heist, Belgium
Modern, gezellig appartement met zeezicht
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 458 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Retranchement, Netherlands
Indawo Yokuhlala Entsha
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 541 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Retranchement, Netherlands
't Wagenhuis eRetranchement
28 Nov – 26 Dis
Yi$2 704 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-98

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZuidzande

l'Angolo Cadzandbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
In de Morelleputbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Golfclub Oostburgbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.