Iindawo Zokurenta Inyanga eZwelihle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hermanus
I-Mariner 's Village - Igumbi Lakho Lokulala Eline-Patio
2–30 Jul
Yi$938 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-500
ISuperhost
Indlu e-Hermanus
I-Coral Tree Cottage #2 - akukho ukungabikho kombane kunye ne-Smart
31 Aga – 28 Sep
Yi$1 111 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-359
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Onrus
Nerf-af Cottage at Onrus Hermanus.
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 230 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hermanus
Umthi weCoral 1. Le mihla & Inesitayela.
6 Epr – 4 Mey
Yi$1 503 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-208

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.