Iindawo Zokurenta Inyanga eAalborg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Aalborg
Iflethi entle enendawo yokupaka esimahla
20 Dis – 17 Jan
Yi$844 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aalborg
Hyggelig lejlighed. Attraktiv beliggenhed
3 Jun – 1 Jul
Yi$841 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
ISuperhost
Iflethi e-Aalborg
I-80 m ² Iflethi isembindini kakhulu
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 521 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aalborg
Nice apartment in Aalborg Vestbyen - WIFI
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 061 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAalborg

Aalborg Kongres & Kultur Centerbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gigantiumbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
House of Musicbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kildeparkenbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aalborgs Storcenterbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aalborg Zoological Gardenbayi 131 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.