Iindawo Zokurenta Inyanga eAbilene

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abilene
Indawo Encinci Yokuphumla
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 272 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Abilene
Indlu encinci ekuthiwa yi-Sayles
24 Epr – 22 Mey
Yi$1 160 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-399
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Abilene
I-Yellow Door Cottage. Coca! Indawo elula!
11 Jun – 9 Jul
Yi$2 425 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
ISuperhost
Indlu e-Abilene
I-Casey Cottage - Ifumaneka embindini
20 Mat – 17 Epr
Yi$2 354 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAbilene

Abilene Zoobayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MALL OF ABILENEbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
H-E-Bbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cracker Barrel Old Country Storebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.