Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSan Angelo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Angelo
Into efihliweyo! Kufuphi neColiseum. *Umbuki Zindwendwe Ophum 'izandla *
11 Mey – 8 Jun
Yi$1 562 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-San Angelo
Indlu Ye-sunflower - Isicwangciso Somgangatho Ovulekileyo kunye nePatio enkulu
29 Dis – 26 Jan
Yi$3 913 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Angelo
Sidewinder Suite Downtown on Chadbourne
18 Dis – 15 Jan
Yi$2 135 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-San Angelo
Indawo kaZ
5 Jan – 2 Feb
Yi$2 906 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSan Angelo

Twisted Root Burger Co.bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunset Mallbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
H-E-Bbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Market Streetbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Angry Cactusbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cork & Pig Tavernbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.