Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAccra

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Accra
True living room with one bedroom and one bath.
13 Aga – 10 Sep
Yi$1 569 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Accra
Luxury Studio
23 Mat – 20 Epr
Yi$1 115 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Accra
I-Savvy Estates - 2B
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 195 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Accra
I-Elle Lokko | The Mint
29 Mey – 26 Jun
Yi$1 151 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAccra

I-Accra Mallbayi 155 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kotoka International Airportbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kempinski Hotel Gold Coast City Accrabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Labadi Beach Hotelbayi 106 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Mallbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Palace mallbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.