Iindawo Zokurenta Inyanga eEast Legon, Ayawaso

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Accra
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1 kule mihla eThe Ivy, e-East Legon
5 Mey – 2 Jun
Yi$2 202 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Accra
Luxury Studio
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 115 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Accra
Ibhedi eyi-1 efikelelekayo yale mihla, i-East Legon - Flat 2
30 Sep – 28 Okt
Yi$972 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-82
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Accra
Serene Serviced Studio | Free Wi-Fi | East Legon
11 Jun – 9 Jul
Yi$1 086 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEast Legon, Ayawaso

Palace mallbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
KFC East Legonbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Papa's Pizza, East Legonbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Starbites Food & Drink, East Legonbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Living Roombayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MELCOMbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.