Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAguascalientes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Aguascalientes
I-Casa Carrera "Piso 1" San Marcos.
18 Mey – 15 Jun
Yi$428 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Aguascalientes
I-Medellínwagen -Loft #3- Indawo entle kakhulu
8 Mat – 5 Epr
Yi$982 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aguascalientes
Habitación Privada 4 | Bien Ubicada | El Dorado
4 Mat – 1 Epr
Yi$295 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Aguascalientes
I-Loft Ehonjisiweyo "A" Indawo Yokupaka Ekhululekileyo 1 Imoto !
5 Mat – 2 Epr
Yi$723 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAguascalientes

I-Stadium Victoria Aguascalientesbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Espacio Aguascalientesbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Patriabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de Toros Monumental de Aguascalientesbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de la Patriabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Universidadbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.