Iindawo Zokurenta Inyanga eAkureyri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Akureyri
Indlu yamaplanga ekwindawo entle .
18 Feb – 18 Mat
Yi$1 998 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Akureyri
Iflethi entle, indawo enkulu HG-00010377
4 Feb – 4 Mat
Yi$3 055 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-269
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Akureyri
Indlu yamaplanga yasemaphandleni enomtsalane yabantu abathandanayo, is
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 811 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Akureyri
Ummandla waseHallfridarstadir Farmhouse Akureyri
5 Mey – 2 Jun
Yi$2 740 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAkureyri

Iqabunga Lomdumba Akureyribayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Akureyrarkirkjabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kjarnaskógurbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaffi Ilmurbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Akureyri Backpackersbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Akureyri Fish & Chipsbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.