Iindawo Zokurenta Inyanga eHúsavík

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Húsavík
I-Skógar Sunset Guesthouse
30 Sep – 28 Okt
Yi$3 337 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-385
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Húsavík
I-Kaldbaks-kot: 1BR cottage efakwe kwindalo
Yi$5 899 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-255
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Akureyri
Indlu yamaplanga ekwindawo entle .
18 Feb – 18 Mat
Yi$1 998 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ólafsfjörður
I-Ossy, iflethi entle kwi-fjord entle.
3 Sep – 1 Okt
Yi$1 832 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-377

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHúsavík

Geosea - Geothermal Sea Bathsbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gentle Giants Whale Watchingbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
North Sailing - Húsavík Whale Watchingbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Husavik Whale Museumbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Naustiðbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Salka Restaurantbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.