Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAlicante

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Alicante
Indlu iCasco Antiguo Santa Cruz idolophu endala
3–31 Jan
Yi$1 128 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Alicante (Alacant)
Ukubuka ulwandle okumangalisayo iflethi okanye indlu ekwicomplex. kwidolophu endala yaseAlicante
15 Nov – 13 Dis
Yi$3 399 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Alacant
Ukubukwa okumangalisayo. Ithala lophahla. I-Wifi
30 Okt – 27 Nov
Yi$1 790 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Alicante
I-Estudio# 8 Iziko labakhenkethi-Old Town &Beach 6min
22 Nov – 20 Dis
Yi$1 415 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAlicante

I-Castle yeSanta Bárbarabayi 902 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mercado Central de Alicantebayi 315 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Corte Inglésbayi 215 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iplaya yaseMuchavistabayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de Los Lucerosbayi 105 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Mar 2bayi 226 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.