Iindawo Zokurenta Inyanga eBenidorm

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Benidorm
I-La Cala beach ngesitayile
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 291 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Benidorm
Imizuzu eyi-5 ukusuka elunxwemeni, iipuli, igadi, indawo yokupaka
17 Epr – 15 Mey
Yi$842 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-57
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Benidorm
I-Levante Beach Front Studio
5 Jan – 2 Feb
Yi$1 439 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Benidorm
(WIFi-300mbps)INDLU EPHEZULU. UKUBUKA ULWANDLE, ISIXEKO.
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 651 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-73

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBenidorm

Gran Hotel Balibayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mundomarbayi 224 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Terra Mitica Benidormbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Estadio Municipal Guillermo AMORbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Benidorm Palacebayi 157 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Benidorm Centrobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.