Iindawo Zokurenta Inyanga eAlpujarra Granadina

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Pitres
Indlu eyakhiwe ngokwesiko ePitres
21 Mey – 18 Jun
Yi$837 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La taha, Granada
Igranary ebuyiselweyo eSierra Nevada
20 Jan – 17 Feb
Yi$874 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Capileira
Indlu yonke eCapiléira enamagumbi okulala amatsha ayi-2.
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 253 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Pampaneira
Indlu esemaphandleni ye-alpujarña.
2–30 Jan
Yi$1 376 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAlpujarra Granadina

Hoya De La Morabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Drop In Sierra Nevadabayi 318 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Puerto De La Raguabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Teidebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Meliá Sol y Nievebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Meliá Sierra Nevadabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.