Iindawo Zokurenta Inyanga eAmboseli, Ol Tukai

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kajiado, Kenya
I-Oldonyo Orok House
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 549 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Amboseli
I-Morocco ijonge indlu yamaplanga-Amboseli
13 Aga – 10 Sep
Yi$1 529 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
ISuperhost
Ifama e-Amboseli, Kajiado County
Indlu yeglasi yeLelili
17 Feb – 17 Mat
Yi$2 116 ngenyanga
4.69 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
ISuperhost
Inqugwala e-Kajiado County
I-Kili Springs Camp (Igumbi Elipheleleyo kunye neBhodi)
9 Epr – 7 Mey
Yi$1 603 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Kenya
  3. Kajiado County
  4. Ol Tukai
  5. Amboseli
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga