Iindawo Zokurenta Inyanga eAmélie-les-Bains-Palalda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Céret
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ebizwa ngokuba yi-F
27 Nov – 25 Dis
Yi$971 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amélie-les-Bains-Palalda
Indawo yokupaka, i-intanethi nelineni yasekhaya
7 Feb – 7 Mat
Yi$739 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amélie-les-Bains-Palalda
istudiyo emazantsi ebhafu enamanzi ashushu ukuze uzikhathalele
24 Dis – 21 Jan
Yi$864 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Amélie-les-Bains-Palalda
Balekela nokuphila kakuhle kufutshane nonyango obushushu
6 Feb – 6 Mat
Yi$903 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmélie-les-Bains-Palalda

SPA OF AMELIE LES BAINSbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Al Casot de la Farga restaurant traiteurbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Patisserie Perez-Aubertbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino d'Amelie-les-Bainsbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Point D'artbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Forest Aventurebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.