Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMontpellier

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hôpitaux-Facultés
Isitudiyo esitofotofo kwi-villa, i-terrace, i-A/C
16 Dis – 13 Jan
Yi$770 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Montpellier
Indawo yokuhlala engena ilanga embindini wedolophu
21 Okt – 18 Nov
Yi$1 439 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montpellier
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomtsalane embindini weMontpellier
18 Feb – 18 Mat
Yi$1 159 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centre Historique
I-Magnificient Appartment Ecusson
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 342 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMontpellier

Imarike ye-Marché du Lezbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Planet Ocean Montpellierbayi 202 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopping Centre Odysseumbayi 174 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arc de Triomphebayi 121 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Corumbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Zénith Sudbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Hérault
  5. Montpellier
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga